Numeri 33:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+ Duteronomi 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+
55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+
16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+