1 Kumkani 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 URehobhoham+ waya kwaShekem, kuba wonke uSirayeli wayeze kumenza ukumkani kwaShekem.+