Genesis 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke wamsa phandle waza wathi: “Khawuncede ukhangele phezulu, emazulwini uze ubale iinkwenkwezi, ukuba uyakwazi ukuzibala.”+ Waza ke wathi kuye: “Iya kuba ngangazo imbewu yakho.”+ Roma 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nangona lalingekho ithemba, kodwa ngokusekelwe ethembeni waba nokholo,+ ukuze abe nguyise weentlanga+ ezininzi ngokuvumelana noko kwakutshiwo kwathiwa: “Iya kuba njalo imbewu yakho.”+ Hebhere 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 esithi: “Ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela ngayo intsikelelo, yaye ndiya kukwandisa ngokuphindaphindiweyo.”+
5 Ngoku ke wamsa phandle waza wathi: “Khawuncede ukhangele phezulu, emazulwini uze ubale iinkwenkwezi, ukuba uyakwazi ukuzibala.”+ Waza ke wathi kuye: “Iya kuba ngangazo imbewu yakho.”+
18 Nangona lalingekho ithemba, kodwa ngokusekelwe ethembeni waba nokholo,+ ukuze abe nguyise weentlanga+ ezininzi ngokuvumelana noko kwakutshiwo kwathiwa: “Iya kuba njalo imbewu yakho.”+
14 esithi: “Ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela ngayo intsikelelo, yaye ndiya kukwandisa ngokuphindaphindiweyo.”+