Numeri 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kodwa wathi uThixo kuBhileham: “Uze ungahambi nabo. Uze ungabaqalekisi abo bantu,+ kuba basikelelwe.”+ Mika 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+
12 Kodwa wathi uThixo kuBhileham: “Uze ungahambi nabo. Uze ungabaqalekisi abo bantu,+ kuba basikelelwe.”+
5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+