IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 10:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Kaloku ke, Sirayeli, yintoni na uYehova uThixo wakho ayifunayo kuwe+ ngaphandle kokuba woyike+ uYehova uThixo wakho, uhambe ngeendlela zakhe zonke+ uze umthande+ yaye umkhonze uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke;+

  • 1 Samuweli 12:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuphela nje moyikeni+ uYehova, yaye nimele nimkhonze ngenyaniso ngentliziyo yenu yonke;+ kuba ziboneni izinto ezinkulu anenzele zona.+

  • IZenzo 9:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share