Duteronomi 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 uze ulumkele ukuba ungamlibali+ uYehova, owakukhuphayo ezweni laseYiputa, endlwini yamakhoboka. 1 Samuweli 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kweza ke umntu kaThixo+ kuEli waza wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Andizange na enyanisweni ndizityhile mna kwindlu kakhokho wakho ngoxa babeseYiputa bengamakhoboka endlwini kaFaro?+
27 Kweza ke umntu kaThixo+ kuEli waza wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Andizange na enyanisweni ndizityhile mna kwindlu kakhokho wakho ngoxa babeseYiputa bengamakhoboka endlwini kaFaro?+