IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Wakubona ke uSirayeli ukusebenza kwesandla esikhulu sikaYehova nxamnye namaYiputa; bamoyika abantu uYehova baza bakholwa kuYehova nakuMoses umkhonzi wakhe.+

  • Duteronomi 4:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu?

  • Duteronomi 29:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 UMoses wambiza uSirayeli wonke wathi kuye: “Nikubonile konke akwenzileyo uYehova phambi kwamehlo enu ezweni laseYiputa kuFaro nakubakhonzi bakhe bonke nakwilizwe lakhe lonke,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share