Eksodus 4:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+ Eksodus 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Ndiza kuwe ndisefini elimnyama,+ ukuze beve abantu ekuthetheni kwam nawe,+ baze bakholwe nakuwe kuse kwixesha elingenammiselo.”+ Wawaxela ke uMoses amazwi abantu kuYehova. INdumiso 106:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko bakholwa lilizwi lakhe;+Bayivuma indumiso yakhe.+
31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+
9 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Ndiza kuwe ndisefini elimnyama,+ ukuze beve abantu ekuthetheni kwam nawe,+ baze bakholwe nakuwe kuse kwixesha elingenammiselo.”+ Wawaxela ke uMoses amazwi abantu kuYehova.