Numeri 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuphela nje musani ukumvukela uYehova;+ musani ukuboyika abantu belo lizwe,+ kuba basisonka sethu. Limkile ikhusi labo kubo,+ yaye uYehova unathi.+ Musani ukuboyika.”+ Duteronomi 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+ ABagwebi 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Akuyi kuhlutha nabani nauKemoshe+ uthixo wakho akubangela umhluthe ilizwe lakhe? Yaye wonk’ ubani uYehova uThixo wethu amhluthileyo ilizwe lakhe phambi kwethu nguye esiya kumhlutha.+ Nehemiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+
9 Kuphela nje musani ukumvukela uYehova;+ musani ukuboyika abantu belo lizwe,+ kuba basisonka sethu. Limkile ikhusi labo kubo,+ yaye uYehova unathi.+ Musani ukuboyika.”+
24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+
24 Akuyi kuhlutha nabani nauKemoshe+ uthixo wakho akubangela umhluthe ilizwe lakhe? Yaye wonk’ ubani uYehova uThixo wethu amhluthileyo ilizwe lakhe phambi kwethu nguye esiya kumhlutha.+
24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+