Genesis 48:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Emva koko uSirayeli wathi kuYosefu: “Khangela, sele ndiza kufa,+ kodwa ngokuqinisekileyo uThixo uya kuqhubeka enani aze anibuyisele ezweni lookhokho benu.+ Eksodus 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuya kwaziwa njani na, kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho, mna nabantu bakho? Akungokuthi na uhambe nathi,+ ndahluke mna nabantu bakho ebantwini bonke abaphezu komhlaba?”+ Duteronomi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+ Isaya 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
21 Emva koko uSirayeli wathi kuYosefu: “Khangela, sele ndiza kufa,+ kodwa ngokuqinisekileyo uThixo uya kuqhubeka enani aze anibuyisele ezweni lookhokho benu.+
16 Kuya kwaziwa njani na, kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho, mna nabantu bakho? Akungokuthi na uhambe nathi,+ ndahluke mna nabantu bakho ebantwini bonke abaphezu komhlaba?”+
20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+
10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+