IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 13:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Esandleni sakho makunganamatheli nento le kwezi zinto zenziwe ngcwele ngokwahlulelwa,+ ukuze abuye uYehova ekuvutheni komsindo wakhe+ aze eneneni abe nenceba kuwe, athi ngokuqinisekileyo abonakalise inceba+ kuwe yaye akwandise, kanye njengoko wafungayo kookhokho bakho.+

  • Yoshuwa 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndithe ndakubona+ phakathi kwamaxhoba umnweba waseShinare,+ okhangeleka kakuhle, namakhulu amabini eeshekele zesilivere nesitena esinye segolide, sinobunzima obuziishekele ezingamashumi amahlanu, ndazinqwenela,+ ndaza ndazithabatha;+ yaye, khangela! zifihlwe emhlabeni phakathi ententeni yam nemali phantsi kwayo.”+

  • Hebhere 13:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share