Eksodus 33:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa wathi: “Ndiya kukudlulisa konke ukulunga kwam phambi kobuso bakho,+ ndivakalise igama likaYehova phambi kwakho;+ ndikholiswe ngulowo ukholekileyo kum, ndimenzele inceba lowo ndiya kuba nenceba ngaye.”+ INdumiso 78:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.
19 Kodwa wathi: “Ndiya kukudlulisa konke ukulunga kwam phambi kobuso bakho,+ ndivakalise igama likaYehova phambi kwakho;+ ndikholiswe ngulowo ukholekileyo kum, ndimenzele inceba lowo ndiya kuba nenceba ngaye.”+
38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.