16 Wowabuthela onke amaxhoba aso esazulwini sendawo yaso yembutho, usitshise ngomlilo eso sixeko+ namaxhoba aso onke njengomnikelo opheleleyo kuYehova uThixo wakho, sibe yimfumba yamanxuwa ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Sifanele singaze sibuye sakhiwe.