Duteronomi 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Uze ungayingenisi into ecekisekayo endlwini yakho ukuze unganikelwa kwintshabalalo njengayo. Ifanele ibe nezothe kuwe, uyicekise,+ ngokuba inikelwe kwintshabalalo.+ Yoshuwa 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye esi sixeko simele sitshatyalaliswe;+ sona nayo yonke into ekuso yekaYehova. NguRahabhi+ unongogo kuphela onokuqhubeka ephila, yena nabo bonke abakunye naye endlwini, ngenxa yokuba wabafihla abathunywa esabathumelayo.+
26 Uze ungayingenisi into ecekisekayo endlwini yakho ukuze unganikelwa kwintshabalalo njengayo. Ifanele ibe nezothe kuwe, uyicekise,+ ngokuba inikelwe kwintshabalalo.+
17 Yaye esi sixeko simele sitshatyalaliswe;+ sona nayo yonke into ekuso yekaYehova. NguRahabhi+ unongogo kuphela onokuqhubeka ephila, yena nabo bonke abakunye naye endlwini, ngenxa yokuba wabafihla abathunywa esabathumelayo.+