IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 27:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “‘Kuphela nje makungabikho nanye into enikelweyo emele ithengiswe, athe umntu wayithabatha ezintweni zakhe zonke waza wayinikela kuYehova ukuze itshatyalaliswe,+ enoba ngumntu okanye sisilo okanye yintsimi elilifa lakhe, yaye makungabikho nanye into enikelweyo ethi ithengwe kwakhona.+ Iyeyona nto ingcwele kuYehova.

  • Numeri 21:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waliphulaphula uYehova ilizwi likaSirayeli waza wawanikela amaKanan kuye; bawatshabalalisa wona nezixeko zawo. Ngoko ke balibiza igama laloo ndawo ngokuthi yiHorma.+

  • Duteronomi 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+

  • Duteronomi 20:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuphela kusezixekweni zezi zizwana akunikayo uYehova uThixo wakho njengelifa apho ungamele usindise nayiphi na into ephefumlayo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share