IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wahlabela mgama wathi kubagwebi: “Kulumkeleni oko nikwenzayo,+ ngenxa yokuba anigwebi ngenxa yomntu kodwa kungenxa kaYehova;+ yaye unani ke kumbandela wokugweba.+

  • Yeremiya 13:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Mzukiseni uYehova uThixo wenu,+ ngaphambi kokuba abangele ubumnyama+ naphambi kokuba iinyawo zenu zibetheke olunye kolunye ezintabeni ngongcwalazi.+ Ngokuqinisekileyo ke niya kuba nethemba lokukhanya,+ yaye okunene uya kwenza ithunzi elimnyama;+ uya kulijika libe sisithokothoko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share