Isaya 60:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba, khangela! ubumnyama+ buya kuwugubungela umhlaba, nesithokothoko amaqela eentlanga; kodwa phezu kwakho uYehova uya kukhanyisa, bubonakale phezu kwakho ubuqaqawuli bekhe.+
2 Kuba, khangela! ubumnyama+ buya kuwugubungela umhlaba, nesithokothoko amaqela eentlanga; kodwa phezu kwakho uYehova uya kukhanyisa, bubonakale phezu kwakho ubuqaqawuli bekhe.+