IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 8:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Yaye wamxhoma ukumkani waseAyi+ esibondeni de kwangokuhlwa;+ kwaye njengoko ilanga laliseliza kutshona uYoshuwa wanikela umyalelo, baza basithula+ esibondeni isidumbu sakhe basiphosa esangweni lesixeko yaye bemisa imfumba enkulu yamatye phezu kwaso, de kube namhla.

  • Yoshuwa 10:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kwaza kwathi ngexesha lokutshona kwelanga uYoshuwa wayalela, baza baya kubathula ezibondeni+ babaphosa emqolombeni ababezifihle kuwo. Baza babeka amatye amakhulu emlonyeni womqolomba—de kube namhla.

  • 2 Samuweli 18:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ekugqibeleni bamthabatha uAbhisalom, bamphosa ehlathini kumgongxo omkhulu baza bamisa phezu kwakhe imfumba enkulu kakhulu yamatye.+ Ke yena uSirayeli wonke, wasaba ndoda nganye yaya ekhayeni layo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share