Numeri 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu,+ bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.+ Nize nibabhalise ngokwemikhosi yabo, wena noAron. Numeri 26:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Balani inani lendibano iphela yoonyana bakaSirayeli ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu, ngokwezindlu zooyise, bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.”+
3 ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu,+ bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.+ Nize nibabhalise ngokwemikhosi yabo, wena noAron.
2 “Balani inani lendibano iphela yoonyana bakaSirayeli ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu, ngokwezindlu zooyise, bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.”+