Numeri 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.” Duteronomi 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Misela+ uYoshuwa uze umkhuthaze yaye umomeleze, kuba nguye oya kuwela+ phambi kwesi sizwana kwaye nguye oya kusidlisa ilifa lelo lizwe uya kulibona.’+
21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”
28 Misela+ uYoshuwa uze umkhuthaze yaye umomeleze, kuba nguye oya kuwela+ phambi kwesi sizwana kwaye nguye oya kusidlisa ilifa lelo lizwe uya kulibona.’+