Duteronomi 3:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Misela uYoshuwa,+ umkhuthaze uze umomeleze, kuba nguye oza kuwela+ phambi kwaba bantu, yaye nguye oza kubangela aba bantu balithathe ilizwe oza kulibona.’
28 Misela uYoshuwa,+ umkhuthaze uze umomeleze, kuba nguye oza kuwela+ phambi kwaba bantu, yaye nguye oza kubangela aba bantu balithathe ilizwe oza kulibona.’