Numeri 32:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Bathi oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen kuMoses: “Abakhonzi bakho baya kwenza kanye njengoko iyalele inkosi yam.+ Hebhere 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+
25 Bathi oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen kuMoses: “Abakhonzi bakho baya kwenza kanye njengoko iyalele inkosi yam.+
17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+