1 Tesalonika 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku siyanicela, bazalwana, ukuba nibahlonele abo basebenza nzima phakathi kwenu, abanongamelayo+ eNkosini, abanilulekayo; Hebhere 13:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ndibuliseleni kubo bonke abo bakhokelayo+ phakathi kwenu nakubo bonke abo bangcwele. Bayanibulisa abo baseItali.+
12 Ke kaloku siyanicela, bazalwana, ukuba nibahlonele abo basebenza nzima phakathi kwenu, abanongamelayo+ eNkosini, abanilulekayo;
24 Ndibuliseleni kubo bonke abo bakhokelayo+ phakathi kwenu nakubo bonke abo bangcwele. Bayanibulisa abo baseItali.+