Genesis 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waza ke wathi: “Makaqalekiswe uKanan.+Abe lelona khoboka liphantsi kubantakwabo.”+ Genesis 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Waza wongeza wathi:“Makabongwe uYehova,+ uThixo kaShem,UKanan abe likhoboka lakhe.+