Duteronomi 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 abantwana benu, abafazi benu,+ nomphambukeli+ ophakathi kwenkampu yakho, kususela kotheza iinkuni zakho kuse kokha amanzi akho,+ Yoshuwa 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko izikhulu zathi kubo: “Wayekeni ephila abe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bendibano yonke,+ kanye njengoko izikhulu beziwathembisile.”+
11 abantwana benu, abafazi benu,+ nomphambukeli+ ophakathi kwenkampu yakho, kususela kotheza iinkuni zakho kuse kokha amanzi akho,+
21 Ngoko izikhulu zathi kubo: “Wayekeni ephila abe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bendibano yonke,+ kanye njengoko izikhulu beziwathembisile.”+