Eksodus 12:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kwenyuka ke kunye nabo iqela elikhulu elingumxube,+ kwanemihlambi yezimvu nemihlambi yeenkomo, imfuyo eninzi kakhulu yezilwanyana. Numeri 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Isihlwele esingumxube+ esasiphakathi kwabo savakalisa ulangazelelo lokuzingca,+ baza balila kwakhona oonyana bakaSirayeli bathi: “Ngubani na oya kusinika inyama sidle?+
38 Kwenyuka ke kunye nabo iqela elikhulu elingumxube,+ kwanemihlambi yezimvu nemihlambi yeenkomo, imfuyo eninzi kakhulu yezilwanyana.
4 Isihlwele esingumxube+ esasiphakathi kwabo savakalisa ulangazelelo lokuzingca,+ baza balila kwakhona oonyana bakaSirayeli bathi: “Ngubani na oya kusinika inyama sidle?+