Numeri 26:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 “Babele ilizwe elo libe lilifa ngokwenani lamagama.+ Yoshuwa 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Oku koko oonyana bakaSirayeli bakuthabatha njengelifa kwilizwe laseKanan,+ oko uEleyazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun neentloko zooyise bezizwe zoonyana bakaSirayeli zabanika kona njelifa.+ Yoshuwa 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye iqashiso+ lesizwe soonyana bakaYuda ngokweentsapho zabo laba kumda wakwaEdom,+ intlango yaseTsin,+ ukuya ngaseNegebhi+ ngakumzantsi wayo. Yoshuwa 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye kwaphuma iqashiso+ loonyana bakaYosefu+ ukusuka eYordan+ eYeriko ukuya kumanzi aseYeriko ngasempuma, intlango eyenyuka ngeYeriko ukuya kummandla weentaba waseBheteli.+ Yoshuwa 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iqashiso+ laba lelesizwe sikaManase,+ ngenxa yokuba wayelizibulo likaYosefu,+ laba lelikaMakire+ izibulo likaManase, uyise kaGiliyadi,+ ngenxa yokuba nguye owaba yindoda yemfazwe;+ neGiliyadi+ neBhashan zaba zezakhe.
14 Oku koko oonyana bakaSirayeli bakuthabatha njengelifa kwilizwe laseKanan,+ oko uEleyazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun neentloko zooyise bezizwe zoonyana bakaSirayeli zabanika kona njelifa.+
15 Kwaye iqashiso+ lesizwe soonyana bakaYuda ngokweentsapho zabo laba kumda wakwaEdom,+ intlango yaseTsin,+ ukuya ngaseNegebhi+ ngakumzantsi wayo.
16 Yaye kwaphuma iqashiso+ loonyana bakaYosefu+ ukusuka eYordan+ eYeriko ukuya kumanzi aseYeriko ngasempuma, intlango eyenyuka ngeYeriko ukuya kummandla weentaba waseBheteli.+
17 Iqashiso+ laba lelesizwe sikaManase,+ ngenxa yokuba wayelizibulo likaYosefu,+ laba lelikaMakire+ izibulo likaManase, uyise kaGiliyadi,+ ngenxa yokuba nguye owaba yindoda yemfazwe;+ neGiliyadi+ neBhashan zaba zezakhe.