Yoshuwa 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ukususela kwiNtaba iHalaki,+ eyenyuka iye eSehire,+ nokuya kufikelela eBhahali-gadi+ kwithafa elisentlanjeni yaseLebhanon phantsi kweNtaba iHermon,+ waza wabathimba bonke ookumkani bazo yaye wabaxabela wababulala.+
17 ukususela kwiNtaba iHalaki,+ eyenyuka iye eSehire,+ nokuya kufikelela eBhahali-gadi+ kwithafa elisentlanjeni yaseLebhanon phantsi kweNtaba iHermon,+ waza wabathimba bonke ookumkani bazo yaye wabaxabela wababulala.+