12 Kumaxesha angaphambili kwakuhlala amaHori+ eSehire, basuka oonyana bakaEsawu+ balihlutha ilizwe lawo, bawabhubhisa awabikho phambi kwabo baza bahlala endaweni yabo,+ kanye njengoko emele enjenjalo noSirayeli ezweni aya kulima, aya kumnika lona ngokuqinisekileyo uYehova.)