Yoshuwa 10:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 UYoshuwa waxabela lonke ilizwe elikummandla weentaba+ neNegebhi+ neShefela+ namathambeka+ nabo bonke ookumkani bawo. Akazange ashiye usindileyo, yaye yonke into ephefumlayo+ wayitshabalalisa,+ kanye njengoko uYehova uThixo kaSirayeli wayeyalele.+ Yoshuwa 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye uYoshuwa walithabatha lonke eli lizwe, ummandla weentaba nayo yonke iNegebhi+ nalo lonke ilizwe laseGoshen+ neShefela+ neArabha+ nommandla weentaba wakwaSirayeli neShefela yawo,+
40 UYoshuwa waxabela lonke ilizwe elikummandla weentaba+ neNegebhi+ neShefela+ namathambeka+ nabo bonke ookumkani bawo. Akazange ashiye usindileyo, yaye yonke into ephefumlayo+ wayitshabalalisa,+ kanye njengoko uYehova uThixo kaSirayeli wayeyalele.+
16 Kwaye uYoshuwa walithabatha lonke eli lizwe, ummandla weentaba nayo yonke iNegebhi+ nalo lonke ilizwe laseGoshen+ neShefela+ neArabha+ nommandla weentaba wakwaSirayeli neShefela yawo,+