IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 13:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ekuwathumeni kwakhe uMoses ukuba aye kuhlola ilizwe lakwaKanan, wathi kuwo: “Nyukani apha niye eNegebhi,+ ninyukele kummandla weentaba.+

  • Duteronomi 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Jikani ninduluke niye kummandla weentaba wama-Amori+ nakuyo yonke emelene nawo eArabha,+ kummandla weentaba+ nakwiShefela naseNegebhi+ nakunxweme lolwandle,+ ezweni lakwaKanan,+ naseLebhanon,+ nide nise kumlambo omkhulu, uMlambo umEfrate.+

  • Yoshuwa 10:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 UYoshuwa waxabela lonke ilizwe elikummandla weentaba+ neNegebhi+ neShefela+ namathambeka+ nabo bonke ookumkani bawo. Akazange ashiye usindileyo, yaye yonke into ephefumlayo+ wayitshabalalisa,+ kanye njengoko uYehova uThixo kaSirayeli wayeyalele.+

  • Yoshuwa 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kummandla weentaba naseShefela naseArabha nasemathambekeni nasentlango naseNegebhi+—amaHiti, ama-Amori+ namaKanan, amaPerizi, amaHivi namaYebhusi:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share