Genesis 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa kwesesine isizukulwana iya kubuyela apha,+ kuba isiphoso sama-Amori asikapheleli.”+ Eksodus 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+ INdumiso 136:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 KwanoSihon ukumkani wama-Amori:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+
8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+
19 KwanoSihon ukumkani wama-Amori:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+