Duteronomi 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 neArabha neYordan nomda wayo, ukususela eKinereti+ ukusa kulwandle lwaseArabha, uLwandle lweTyuwa,+ phantsi kwamathambeka ePisga+ ngasempumalanga. Yoshuwa 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 neArabha+ ukuya kufikelela kulwandle lwaseKinereti+ ukuya ngasempuma nokuya kufikelela kulwandle lwaseArabha, uLwandle lweTyuwa,+ ukuya ngasempuma ngakwicala laseBhete-yeshimoti,+ nokuya ngakumzantsi phantsi kwamathambeka asePisga.+
17 neArabha neYordan nomda wayo, ukususela eKinereti+ ukusa kulwandle lwaseArabha, uLwandle lweTyuwa,+ phantsi kwamathambeka ePisga+ ngasempumalanga.
3 neArabha+ ukuya kufikelela kulwandle lwaseKinereti+ ukuya ngasempuma nokuya kufikelela kulwandle lwaseArabha, uLwandle lweTyuwa,+ ukuya ngasempuma ngakwicala laseBhete-yeshimoti,+ nokuya ngakumzantsi phantsi kwamathambeka asePisga.+