Numeri 35:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Zizonke izixeko enobanika zona abaLevi zoba zizixeko ezingamashumi amane anesibhozo, ndawonye namadlelo azo.+ Yoshuwa 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kwaye zathetha kubo eShilo+ kwilizwe lamaKanan, zathi: “UYehova ngoMoses wayalela ukuba sinikwe izixeko ukuze sihlale kuzo, kunye namadlelo azo ezilwanyana zethu zasekhaya.”+ 1 Kronike 6:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Ezi ke yayiziindawo zabo zokuhlala ngokweenkampu zabo ezibiyelwe ngodonga kummandla wabo,+ kuba oonyana baka-Aron babeyintsapho yamaKohati,+ kuba laba lelabo iqashiso.
7 Zizonke izixeko enobanika zona abaLevi zoba zizixeko ezingamashumi amane anesibhozo, ndawonye namadlelo azo.+
2 kwaye zathetha kubo eShilo+ kwilizwe lamaKanan, zathi: “UYehova ngoMoses wayalela ukuba sinikwe izixeko ukuze sihlale kuzo, kunye namadlelo azo ezilwanyana zethu zasekhaya.”+
54 Ezi ke yayiziindawo zabo zokuhlala ngokweenkampu zabo ezibiyelwe ngodonga kummandla wabo,+ kuba oonyana baka-Aron babeyintsapho yamaKohati,+ kuba laba lelabo iqashiso.