IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 25:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngaphezu koko, umhlaba wedlelo+ lezixeko zabo mawungathengiswa, ngokuba ulilifa labo kuse kwixesha elingenammiselo.

  • Numeri 35:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Banike umyalelo oonyana bakaSirayeli ukuba banike abaLevi izixeko+ zokuhlala elifeni labo, babanike namadlelo onke ajikeleze izixeko.+

  • Numeri 35:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Amadlelo ezixeko, eniya kuwanika abaLevi, aya kususela eludongeni lwesixeko aze anabele ngaphandle umgama oziikubhite eziliwaka macala onke.

  • Yoshuwa 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba oonyana bakaYosefu baba zizizwe ezibini,+ uManase+ noEfrayim;+ yaye abazange babanike sabelo elizweni abaLevi, ngaphandle kwezixeko+ zokuhlala namadlelo emfuyo nempahla yabo.+

  • 1 Kronike 6:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 Ngaloo ndlela oonyana bakaSirayeli banika abaLevi+ izixeko namadlelo azo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share