Yoshuwa 21:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 neAyin+ nedlelo layo, neYuta+ nedlelo layo, iBhete-shemeshe+ nedlelo layo; izixeko ezisithoba kwezi zizwe zibini. 1 Samuweli 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye iimazi zeenkomo zaya ngqo phambili ngendlela eya eBhete-shemeshe.+ Zahamba ngohola wendlela omnye, zihamba zinxakama, azizange ziphambukele ngasekunene okanye ngasekhohlo. Lonke elo xesha iinkosi ezimanyeneyo+ zamaFilisti zazihamba emva kwazo ukuya kufikelela kumda waseBhete-shemeshe. 2 Kumkani 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye uAmatsiya akazange aphulaphule.+ Ngoko uYehowashe ukumkani wakwaSirayeli wenyuka, baza bakhangelana ebusweni,+ yena noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, eBhete-shemeshe+ yakwaYuda. 1 Kronike 6:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 neAshan+ namadlelo ayo neBhete-shemeshe+ namadlelo ayo;
16 neAyin+ nedlelo layo, neYuta+ nedlelo layo, iBhete-shemeshe+ nedlelo layo; izixeko ezisithoba kwezi zizwe zibini.
12 Yaye iimazi zeenkomo zaya ngqo phambili ngendlela eya eBhete-shemeshe.+ Zahamba ngohola wendlela omnye, zihamba zinxakama, azizange ziphambukele ngasekunene okanye ngasekhohlo. Lonke elo xesha iinkosi ezimanyeneyo+ zamaFilisti zazihamba emva kwazo ukuya kufikelela kumda waseBhete-shemeshe.
11 Yaye uAmatsiya akazange aphulaphule.+ Ngoko uYehowashe ukumkani wakwaSirayeli wenyuka, baza bakhangelana ebusweni,+ yena noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, eBhete-shemeshe+ yakwaYuda.