IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 25:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwathi esathetha naye ukumkani ngokukhawuleza wathi kuye: “Ngaba sakwenza umcebisi kakumkani?+ Yeka ukuze kube kuhle kuwe.+ Kutheni befanele bakuxabele?” Umprofeti wamyeka, kodwa wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiyazi ukuba uThixo ugqibe ukuba akonakalise,+ ngenxa yokuba wenze oku+ ungaliphulaphulanga icebiso lam.”+

  • 2 Kronike 25:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uAmatsiya akazange aphulaphule; kuba kwakuvela kuTHIXO oyinyaniso+ ngenjongo yokumnikela esandleni sakhe, ngenxa yokuba baye bafuna oothixo bakwaEdom.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share