Genesis 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wafa ke uSara eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron,+ ezweni lakwaKanan,+ waza uAbraham waya kumenzela isijwili uSara, wamlilela. Genesis 35:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wada wafika uYakobi kuIsake uyise eMamre,+ eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron, apho babehleli khona uAbraham noIsake njengabaphambukeli.+ Yoshuwa 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha+ ([kuthiwa uArbha]+ wayengumntu omkhulu phakathi kwama-Anakim). Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+ Yoshuwa 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.
2 Wafa ke uSara eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron,+ ezweni lakwaKanan,+ waza uAbraham waya kumenzela isijwili uSara, wamlilela.
27 Wada wafika uYakobi kuIsake uyise eMamre,+ eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron, apho babehleli khona uAbraham noIsake njengabaphambukeli.+
15 Igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha+ ([kuthiwa uArbha]+ wayengumntu omkhulu phakathi kwama-Anakim). Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+
7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.