ABagwebi 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ekunikeni kwabo uKalebhi iHebron, kanye njengoko wayethembisile uMoses,+ ngoko wabagxotha apho oonyana abathathu baka-Anaki.+
20 Ekunikeni kwabo uKalebhi iHebron, kanye njengoko wayethembisile uMoses,+ ngoko wabagxotha apho oonyana abathathu baka-Anaki.+