Numeri 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke yena umkhonzi wam uKalebhi,+ ngenxa yokuba eye waba nomoya owahlukileyo waza wandilandela ngokupheleleyo,+ ndiya kumngenisa ngokuqinisekileyo ezweni aye waya kulo, ilidle ilifa inzala yakhe.+ Yoshuwa 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa yoko uMoses wafunga ngaloo mini, esithi, ‘Ilizwe olunyathele kulo unyawo lwakho+ liya kuba lelakho noonyana bakho njengelifa ukusa kwixesha elingenammiselo, ngenxa yokuba uye wamlandela ngokupheleleyo uYehova uThixo wam.’+
24 Ke yena umkhonzi wam uKalebhi,+ ngenxa yokuba eye waba nomoya owahlukileyo waza wandilandela ngokupheleleyo,+ ndiya kumngenisa ngokuqinisekileyo ezweni aye waya kulo, ilidle ilifa inzala yakhe.+
9 Ngenxa yoko uMoses wafunga ngaloo mini, esithi, ‘Ilizwe olunyathele kulo unyawo lwakho+ liya kuba lelakho noonyana bakho njengelifa ukusa kwixesha elingenammiselo, ngenxa yokuba uye wamlandela ngokupheleleyo uYehova uThixo wam.’+