1 Samuweli 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngako oko uSawule wababiza abantu waza wababala eTelayim,+ amadoda angamakhulu amabini amawaka ahamba ngeenyawo neshumi lamawaka lamadoda akwaYuda.+
4 Ngako oko uSawule wababiza abantu waza wababala eTelayim,+ amadoda angamakhulu amabini amawaka ahamba ngeenyawo neshumi lamawaka lamadoda akwaYuda.+