1 Samuweli 23:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wandula ke uDavide wenyuka esuka apho waza waya kuhlala kwiindawo ekunzima ukuzifikelela e-En-gedi.+ 2 Kronike 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko abantu beza kuxelela uYehoshafati, besithi: “Kuza kuwe isihlwele esikhulu kummandla wolwandle, sivela kwaEdom;+ yaye apho siseHatsatson-tamare, oko kukuthi, e-En-gedi.”+
29 Wandula ke uDavide wenyuka esuka apho waza waya kuhlala kwiindawo ekunzima ukuzifikelela e-En-gedi.+
2 Ngoko abantu beza kuxelela uYehoshafati, besithi: “Kuza kuwe isihlwele esikhulu kummandla wolwandle, sivela kwaEdom;+ yaye apho siseHatsatson-tamare, oko kukuthi, e-En-gedi.”+