Yoshuwa 15:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 neNibheshan nesiXeko seTyuwa ne-En-gedi;+ izixeko ezithandathu nemizi yazo. 2 Kronike 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko abantu beza kuxelela uYehoshafati, besithi: “Kuza kuwe isihlwele esikhulu kummandla wolwandle, sivela kwaEdom;+ yaye apho siseHatsatson-tamare, oko kukuthi, e-En-gedi.”+ INgoma yazo iiNgoma 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Sinjengesihloko sehena+ isithandwa sam kum, phakathi kwezidiliya zase-En-gedi.”+ Hezekile 47:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Kumele kuthi ke okunene kume abalobi ecaleni kwawo ukususela e-Engedi+ ukusa e-En-eglayim. Kuya kubakho indawo yokumisa iminatha erhuqwayo. Ziya kuba ngokohlobo lwazo iintlanzi zabo, njengeentlanzi zoLwandle Olukhulu,+ zininzi kakhulu.
2 Ngoko abantu beza kuxelela uYehoshafati, besithi: “Kuza kuwe isihlwele esikhulu kummandla wolwandle, sivela kwaEdom;+ yaye apho siseHatsatson-tamare, oko kukuthi, e-En-gedi.”+
10 “Kumele kuthi ke okunene kume abalobi ecaleni kwawo ukususela e-Engedi+ ukusa e-En-eglayim. Kuya kubakho indawo yokumisa iminatha erhuqwayo. Ziya kuba ngokohlobo lwazo iintlanzi zabo, njengeentlanzi zoLwandle Olukhulu,+ zininzi kakhulu.