Yoshuwa 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umda kaManase waba seAshere ukuya eMikematati,+ engaphambi kweShekem,+ yaye umda waya ngasekunene ngakubemi base-En-Tapuwa.
7 Umda kaManase waba seAshere ukuya eMikematati,+ engaphambi kweShekem,+ yaye umda waya ngasekunene ngakubemi base-En-Tapuwa.