Yoshuwa 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda. Yoshuwa 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye uYoshuwa wadibanisa ndawonye zonke izizwe zakwaSirayeli eShekem+ waza wabiza amadoda amakhulu akwaSirayeli+ neentloko zakhe nabagwebi bakhe namagosa akhe, baza bazimisa phambi koTHIXO oyinyaniso.+ 1 Kronike 6:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 Ngako oko babanika izixeko zokusabela, iShekem+ namadlelo ayo kummandla weentaba wakwaEfrayim, neGezere+ namadlelo ayo,
7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.
24 Kwaye uYoshuwa wadibanisa ndawonye zonke izizwe zakwaSirayeli eShekem+ waza wabiza amadoda amakhulu akwaSirayeli+ neentloko zakhe nabagwebi bakhe namagosa akhe, baza bazimisa phambi koTHIXO oyinyaniso.+
67 Ngako oko babanika izixeko zokusabela, iShekem+ namadlelo ayo kummandla weentaba wakwaEfrayim, neGezere+ namadlelo ayo,