-
ABagwebi 7:24INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
24 Yaye uGidiyon wathumela abathunywa kuwo wonke ummandla weentaba wakwaEfrayim,+ esithi: “Yihlani niye kuhlangabeza uMidiyan nize niwathimbe ngaphambi kwakhe amanzi ukuya kufikelela eBhete-bhara naseYordan.” Ngoko abizelwa ndawonye onke amadoda akwaEfrayim, kwaye awathimba amanzi+ ukuya kufikelela eBhete-bhara naseYordan.
-