ABagwebi 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi kubo: “Ndilandeleni,+ ngenxa yokuba uYehova uzinikele esandleni senu+ iintshaba zenu, amaMowabhi.” Bamlandela baza bawathimba amazibuko+ aseYordan nxamnye namaMowabhi, kwaye abazange bavumele nabani na ukuba adlule.
28 Wathi kubo: “Ndilandeleni,+ ngenxa yokuba uYehova uzinikele esandleni senu+ iintshaba zenu, amaMowabhi.” Bamlandela baza bawathimba amazibuko+ aseYordan nxamnye namaMowabhi, kwaye abazange bavumele nabani na ukuba adlule.