Numeri 33:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+ ABagwebi 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Aza athi: “Sukumani, masinyuke siye kubo; kuba silibonile ilizwe, kwaye, khangelani! lilunge kakhulu.+ Yaye niyathingaza. Musani ukunqena ukuhamba niye kungena nilithabathe ilizwe njengelifa.+ IMizekeliso 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Osebenza ngesandla esidangeleyo uya kuswela,+ kodwa isandla sokhutheleyo siya kumenza atyebe.+
55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+
9 Aza athi: “Sukumani, masinyuke siye kubo; kuba silibonile ilizwe, kwaye, khangelani! lilunge kakhulu.+ Yaye niyathingaza. Musani ukunqena ukuhamba niye kungena nilithabathe ilizwe njengelifa.+