2 Samuweli 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uHiram+ ukumkani waseTire wathumela abathunywa+ kuDavide, kwanemithi yomsedare+ nabo basebenza ngemithi nabo basebenza ngamatye eendonga, baza bamakhela indlu uDavide.+ Isaya 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuya kuthi ke ekupheleni kweminyaka engamashumi asixhenxe uYehova aphethulele ingqalelo yakhe kwiTire, ibuyele emvuzweni wayo+ ize ibe ngunongogo wezikumkani zonke zehlabathi eziphezu komhlaba.+ IZenzo 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku yena wayelwile nabantu baseTire nabaseSidon. Ngoko ngamxhelo mnye beza kuye yaye, emva kokweyisela uBlasto, owayephethe igumbi lokulala likakumkani, bazicelela uxolo, ngenxa yokuba ilizwe labo lalibonelelwa ngokutya+ lelo likakumkani.
11 Waza uHiram+ ukumkani waseTire wathumela abathunywa+ kuDavide, kwanemithi yomsedare+ nabo basebenza ngemithi nabo basebenza ngamatye eendonga, baza bamakhela indlu uDavide.+
17 Kuya kuthi ke ekupheleni kweminyaka engamashumi asixhenxe uYehova aphethulele ingqalelo yakhe kwiTire, ibuyele emvuzweni wayo+ ize ibe ngunongogo wezikumkani zonke zehlabathi eziphezu komhlaba.+
20 Ke kaloku yena wayelwile nabantu baseTire nabaseSidon. Ngoko ngamxhelo mnye beza kuye yaye, emva kokweyisela uBlasto, owayephethe igumbi lokulala likakumkani, bazicelela uxolo, ngenxa yokuba ilizwe labo lalibonelelwa ngokutya+ lelo likakumkani.