-
Mika 1:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Yonke imifanekiso yayo eqingqiweyo iya kutyunyuzwa ibe ziingceba,+ nazo zonke izipho ezinikwe njengomvuzo wayo ziya kutshiswa emlilweni;+ nezithixo zayo zonke ndiya kuzenza inkangala ephanzileyo. Kuba yaziqokelela kwizinto ezanikelwa njengomvuzo kanongogo, kwaye ziya kubuyela kwinto eyanikelwa njengomvuzo kanongogo.”+
-